1 Yookumkani 12:5 XHO96

5 URehobhowam uphendule wathi: “Khanihambe, ze nibuye nize apha kum emva kweentsuku ezintathu.” Bemka ke abantu.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 12

imbono 1 Yookumkani 12:5 kwimeko