1 Yookumkani 12:7 XHO96

7 Aphendula athi: “Ukuba uthe namhlanje waba njengesicaka kwaba bantu, wabakhonza, wathetha kakuhle nabo, baya kusoloko bezizicaka zakho.”

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 12

imbono 1 Yookumkani 12:7 kwimeko