1 Yookumkani 13:28 XHO96

28 Waphuma ke, waza wawufumana loo mzimba uthe gangalala endleleni, phezu kwawo kungxange idonki nengonyama. Ingonyama leyo zange iwutye, ingazange iyiqwenge nedonki leyo.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 13

imbono 1 Yookumkani 13:28 kwimeko