1 Yookumkani 14:15 XHO96

15 UNdikhoyo uza kuqwakanisa uSirayeli, kube ngathi kukuzama-zama kweengcongolo emanzini. Uza kumncothula uSirayeli kweli lizwe lihle kunene walipha ooyise-mkhulu. Uya kumsarhaza phesheya komlambo iEfrati. Kaloku uNdikhoyo bamcaphukise ngokwenza izibonda ezifanekisa uAshera.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 14

imbono 1 Yookumkani 14:15 kwimeko