1 Yookumkani 14:18 XHO96

18 Bayingcwaba, waza wonke uSirayeli walila ngenxa yayo ngokomlomo kaNdikhoyo kwisicaka sakhe umshumayeli uAhiya.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 14

imbono 1 Yookumkani 14:18 kwimeko