1 Yookumkani 14:24 XHO96

24 Bada benza nezibingelelo zamahenyu angamadoda apho kwelo lizwe labo. Kaloku bangena bawenza onke amasikizi awayesenziwa zizizwe awazigxothayo uNdikhoyo phambi kokungena kwamaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 14

imbono 1 Yookumkani 14:24 kwimeko