1 Yookumkani 14:31 XHO96

31 Ke kaloku uRehobhowam waya kuphumla kooyise, waza ke wangcwatywa phakathi kwabo kwisixeko sikaDavide. Unina yayinguNahama umAmonikazi. Ezihlangwini zakhe ke kwangena unyana wakhe uAbhiya.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 14

imbono 1 Yookumkani 14:31 kwimeko