13 Wamkhiqa unina-khulu uMahaka kwisikhundla sokuba ngukumkanikazi; kaloku yena wayenze isikizi eliyintsika ka-Ashera. UAsa wayigawula loo ntsika, waza wayitshisa kwintili yeKedron.
funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 15
imbono 1 Yookumkani 15:13 kwimeko