1 Yookumkani 15:17 XHO96

17 Ukumkani uBhayesha waya kwaJuda, wafika wayingqinga iRama, wavala akwabi nakungena nakuphuma mntu kummandla ka-Asa ukumkani wakwaJuda.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 15

imbono 1 Yookumkani 15:17 kwimeko