1 Yookumkani 15:29 XHO96

29 Uthe akuphatha wayingenela wayibulala yonke indlu kaJerobhowam. Ewe, akashiyanga nalo mnye osaphefumlayo umntu apha kwaJerobhowam. Wabatshabalalisa bonke ngokomlomo kaNdikhoyo ngesicaka sakhe uAhiya waseShilo.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 15

imbono 1 Yookumkani 15:29 kwimeko