1 Yookumkani 15:8 XHO96

8 Ke uAbhiya waya kuphumla kooyise, waza ke wangcwatywa kwisixeko sikaDavide, unyana wakhe uAsa wathatha indawo yakhe wangukumkani.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 15

imbono 1 Yookumkani 15:8 kwimeko