1 Yookumkani 16:21 XHO96

21 Kwesi sithuba ke amaSirayeli ahlukana kubini, elinye iqela lifuna uTibheni unyana kaGinati abe ngukumkani, laye elinye lixhasa uOmri.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 16

imbono 1 Yookumkani 16:21 kwimeko