1 Yookumkani 16:23 XHO96

23 Ke kaloku ngonyaka wamashumi amathathu ananye uAsa engukumkani kwaJuda, uOmri waba ngukumkani kwaSirayeli, waza ke walawula iminyaka elishumi elinambini, emithandathu eseTirza.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 16

imbono 1 Yookumkani 16:23 kwimeko