29 Ngonyaka wamashumi amathathu anesibhozo wokulawula kuka-Asa kwaJuda, uAhabhi waba ngukumkani wakwaSirayeli, waza walawula iminyaka emashumi mabini anambini kwaSirayeli eSamariya.
funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 16
imbono 1 Yookumkani 16:29 kwimeko