1 Yookumkani 16:31 XHO96

31 Akanelanga nje ukwenza izono zikaJerobhowam unyana kaNebhati, kodwa wongeza nangokuthatha uJezebhele intombi kaEtibhali ukumkani wamaSidon, waza ke wangena ekunquleni uBhali.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 16

imbono 1 Yookumkani 16:31 kwimeko