1 Yookumkani 17:13 XHO96

13 UEliya wathi kuye: “Musa ukoyika. Goduka wenze njengoko uthethile. Kodwa ke kuqala yenzela mna iqebengwana lesonka ngaloo nto unayo, uze ulizise apha kum, kamva ke wenzele wena nonyana wakho lowo.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 17

imbono 1 Yookumkani 17:13 kwimeko