1 Yookumkani 17:23 XHO96

23 UEliya ke wamfunqula umntwana lowo, waphuma naye kwelo gumbi, waya naye kwelikanina. Wamnikezela kunina, waza wathi: “Uyabona ke, unyana wakho uphilile!”

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 17

imbono 1 Yookumkani 17:23 kwimeko