1 Yookumkani 18:19 XHO96

19 Khawubaqokelele bonke abantu bakwaSirayeli, ukuze ndihlangane nabo phezu kwentaba iKarmele. Uze ungabashiyi abashumayeli bakaBhali abamakhulu mane namashumi amahlanu, kananjalo nabashumayeli baka-Ashera abamakhulu mane, abo batya kwisithebe sikaJezebhele.”

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 18

imbono 1 Yookumkani 18:19 kwimeko