1 Yookumkani 18:27 XHO96

27 Emini emaqanda uEliya waphoxisa ngabo esithi: “Khanibe ngathi niyakhwaza. Kaloku nguthixo lo! Mhlawumbi usaminxwe ziingcinga, okanye ziingxaki, angathi kanti useseluhambeni. Mhlawumbi usalele, abe ke usavuswa.”

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 18

imbono 1 Yookumkani 18:27 kwimeko