1 Yookumkani 18:40 XHO96

40 Ke uEliya wathi kubo: “Babambeni abashumayeli bakaBhali, kungasindi noba abe mnye!” Ngenene ke babanjwa, waza uEliya wathi makuyiwe nabo kwintili yeKishon, apho wababulalela khona.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 18

imbono 1 Yookumkani 18:40 kwimeko