1 Yookumkani 18:46 XHO96

46 UEliya ke wafikelwa ngamandla kaNdikhoyo, waza wazibhinqa ngebhanti izambatho zakhe, wabaleka wamshiya uAhabhi ukuya kufika eYizereli.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 18

imbono 1 Yookumkani 18:46 kwimeko