1 Yookumkani 19:19 XHO96

19 Ngoko ke uEliya waphuma apho, waza wadibana naye uElisha unyana kaShafati. Wayelima ngezipani ezilishumi elinambini, isipani ngasinye sineenkabi ezimbini, inguye ngokwakhe oqhuba esi seshumi elinambini. UEliya waya kuye ngqo, wafika wamambathisa ngomnweba wakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 19

imbono 1 Yookumkani 19:19 kwimeko