1 Yookumkani 19:21 XHO96

21 Ngoko ke uElisha wamshiya wagoduka. Wathatha iinkabi ezimbini, wazixhela, wayipheka inyama yazo, ebase ngedyokhwe yazo, inyama leyo wayinika abantu, bayitya. Ke yena wemka walandela uEliya, waba lihlakani lakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 19

imbono 1 Yookumkani 19:21 kwimeko