1 Yookumkani 19:6 XHO96

6 Wathi khwaphululu walaqaza, waza wabona iqebengwana lesonka ebesojiwe ngamalahle ashushu, kunye nendebe yamanzi. Wathatha ke, watya wasela, waza waphinda walala.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 19

imbono 1 Yookumkani 19:6 kwimeko