1 Yookumkani 19:8 XHO96

8 Wavuka ke, watya wasela. Oko kutya ke kwamomeleza, waza wathatha uhambo lweentsuku ezimashumi mane nobusuku bazo, wada waya kufika eHorebhe, intaba kaThixo.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 19

imbono 1 Yookumkani 19:8 kwimeko