1 Yookumkani 2:19 XHO96

19 UBhashebha ke waya kukumkani uSolomon, esiya kuthethelela uAdoniya. Akumbona ke ukumkani, waphakama wamhlangabeza, wakhahlela, waza ke wachopha esihlalweni sakhe. Wathi makuziwe nesihlalo, ukuze ahlale kuso unina, waza ke wamhlalisa ngasekunene kwakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 2

imbono 1 Yookumkani 2:19 kwimeko