1 Yookumkani 2:23 XHO96

23 Ukumkani uSolomon wafunga uNdikhoyo wathi: “Makandohlwaye uThixo nokuba kuqatha kangakanani na, ukuba uAdoniya akafanga ngenxa yeli lizwi.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 2

imbono 1 Yookumkani 2:23 kwimeko