1 Yookumkani 2:8 XHO96

8 Uze ungamlibali uShimeyi unyana kaGera, umBhenjamin waseBhawurim, lowa wandishwabulela endiqalekisa kabuhlungu mhla ndandisiya eMahanayim. Wathi akuhla endihlangabeza eJordan, ndafunga uNdikhoyo ndathi andisayi kumbulala ngekrele.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 2

imbono 1 Yookumkani 2:8 kwimeko