1 Yookumkani 20:41 XHO96

41 Wakhawuleza ke umshumayeli lowo wayisusa iqhiya awayezithandele ngayo ebusweni, waza ke ukumkani wamqonda ukuba ungomnye wabashumayeli.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 20

imbono 1 Yookumkani 20:41 kwimeko