1 Yookumkani 21:13 XHO96

13 Kwavela iindlavini ezimbini, zahlala malunga noNabhoti, zaza zamtyhola apho phambi kwabo bantu zisithi: “UNabhoti lo uthuke uThixo kunye nokumkani!” Ngoko ke uNabhoti bamkhuphela ngaphandle kwesixeko, baza bamgibisela ngamatye, wafa.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 21

imbono 1 Yookumkani 21:13 kwimeko