1 Yookumkani 21:29 XHO96

29 “Uyabona na ukuba uAhabhi uzithobile kum ngoku? Ngenxa yoku kuzithoba kwakhe ke, esi sithwakumbe andisayi kusizisa ngemihla yakhe, koko ndosithoba phezu kwendlu yakhe ngemihla yonyana wakhe.”

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 21

imbono 1 Yookumkani 21:29 kwimeko