1 Yookumkani 22:20 XHO96

20 Waza ke yena wathi: ‘Yaz' ukuba ngubani na oya kulukuhla uAhabhi aze ahlasele iRamoti yaseGiliyadi, khon' ukuze afele khona?’ Omnye uthethe ngolu hlobo, waza ke omnye wathetha ngoluya.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 22

imbono 1 Yookumkani 22:20 kwimeko