1 Yookumkani 22:3 XHO96

3 Ukumkani wakwaSirayeli wayethethe namaphakathi akhe wathi: “Niyaqonda na ukuba iRamoti yaseGiliyadi ngumhlaba wethu, ibe ke asenzi nto ukuzabalazela ukuyithatha kukumkani wama-Aram?”

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 22

imbono 1 Yookumkani 22:3 kwimeko