1 Yookumkani 22:31 XHO96

31 Ke ukumkani wama-Aram waziyalela iingqwayi-ngqwayi zeenqwelo zakhe ezingamashumi amathathu anambini, wathi: “Ze ningalwi naye nawuphi na omnye umntu, nokuba ngomncinci, nokuba ngomkhulu, yilwani nokumkani wakwaSirayeli yedwa.”

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 22

imbono 1 Yookumkani 22:31 kwimeko