1 Yookumkani 22:50 XHO96

50 Ke uYoshafati waya kuphumla kooyise, waza wangcwatywa phakathi kwabo kwisixeko sikaDavide ukhokho wakhe. Esikhundleni sakhe kwangena unyana wakhe uYoram.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 22

imbono 1 Yookumkani 22:50 kwimeko