1 Yookumkani 3:27 XHO96

27 Waza ke ukumkani wawisa isigwebo wathi: “Sukuba sambulala umntwana, koko mnike lo mfazi wokuqala, kuba ngenene ngowakhe.”

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 3

imbono 1 Yookumkani 3:27 kwimeko