1 Yookumkani 3:9 XHO96

9 Ngoko ke mna sicaka sakho ndiphe intliziyo enobulumko, ukuze ndikwazi ukubalawula abantu bakho, ndiwazi umahluko phakathi kokulungileyo nokubi. Kaloku akakho umntu onganako ukuyilawula le ndimbane yaba bantu bakho.”

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 3

imbono 1 Yookumkani 3:9 kwimeko