1 Yookumkani 4:33 XHO96

33 Imithi nezityalo wayichaza, esusela kumsedare waseLebhanon, waya kuthi xhaxhe ngehisophu enaba ezindongeni. Wafundisa nangezilwanyana, iintaka, nezilo ezirhubuluzayo, kwaneentlanzi.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 4

imbono 1 Yookumkani 4:33 kwimeko