1 Yookumkani 4:7 XHO96

7 USolomon ke wayenabalawuli-zithili abalishumi elinambini apho kuSirayeli ephela. Bona ke babexhasa ukumkani nekomkhulu ngokudla. Kunyaka ngamnye isithili sasithatha inyanga yonke sixhasa.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 4

imbono 1 Yookumkani 4:7 kwimeko