1 Yookumkani 5:5 XHO96

5 Ngoko ke ndizimisele ukulakhela indlu igama likaNdikhoyo uThixo wam, njengoko uNdikhoyo watshoyo kubawo uDavide. Kaloku wathi: ‘Ngunyana wakho, endiya kumngenisa esihlalweni sakho, oya kulakhela indlu igama lam.’

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 5

imbono 1 Yookumkani 5:5 kwimeko