1 Yookumkani 6:2 XHO96

2 Le ndlu kaNdikhoyo wayakhayo ke uSolomon ngaphakathi ubude bayo babuziimitha ezingamashumi amabini anesixhenxe; zazilithoba ububanzi, ukuphakama zilishumi elinesithathu nesiqingatha.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 6

imbono 1 Yookumkani 6:2 kwimeko