1 Yookumkani 6:7 XHO96

7 Xa yakhiwayo ke le ndlu amatye ayo ayeqingqelwa kulaa ndawo athathwa kuyo. Ngaloo ndlela ke kwakungasetyenziswa sando nasixozi okanye nasiphi na esinye isixhobo esingxolayo sentsimbi apho kweso siza kwakusakhiwa kuso.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 6

imbono 1 Yookumkani 6:7 kwimeko