1 Yookumkani 8:27 XHO96

27 “Kambe ke, ngaba uThixo angade ahlale emhlabeni? Hayi bo, kaloku namazulu, nditsho namazulu asemajuku-jukwini ngokwawo, akanako ukukuqulatha. Ibeke phi ke yona le ndlu ndiyakhileyo!

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 8

imbono 1 Yookumkani 8:27 kwimeko