1 Yookumkani 8:32 XHO96

32 wena ke yiva usezulwini, usebenze ngaloo nto. Uze ugwebe phakathi kwezicaka zakho, umsingele phantsi onetyala, umohlwaye ngokufanele isenzo sakhe. Uze umgwebele umntu omsulwa, khon' ukuze aphuhle ukuba umsulwa.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 8

imbono 1 Yookumkani 8:32 kwimeko