1 Yookumkani 8:44 XHO96

44 “Nabantu bakho xa bathe baya emfazweni besilwa neentshaba zabo, noba ubathumela phi na, mabathi bakuthandaza kuwe bebhekisa kule ndlu ndiyakhele igama lakho kwesi sixeko osinyulileyo,

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 8

imbono 1 Yookumkani 8:44 kwimeko