1 Yookumkani 9:16 XHO96

16 Kaloku ukumkani waseJiputa wayihlasela wayithatha iGezere. Wayitshisa ngomlilo, wababulala abemi bayo abangamaKanana, waza wembesa ngayo intombi yakhe eyayingumka-Solomon.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 9

imbono 1 Yookumkani 9:16 kwimeko