Isityhilelo 2:14 XHO96

14 Kambe ke ndineendawana ezingandikholisiyo apha kuwe: Kwalapho kuwe bakho abasabambelele kwimfundiso kaBhalam. Kaloku yena ngulowa wafundisa uBhalaki ukulukuhla amaSirayeli. Wawakhuthaza ukuba atye ukutya okwenzelwe izithixo, arheletye.

funda isahluko epheleleyo Isityhilelo 2

imbono Isityhilelo 2:14 kwimeko