1 Yookumkani 1:23 XHO96

23 Waxelelwa ke ukumkani kwathiwa: “Nanku umshumyeli uNatan.” Wangena ke, waya kukumkani, wafika wakhahlela, waqubuda ngobuso bakhe emhlabeni.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 1

imbono 1 Yookumkani 1:23 kwimeko