1 Yookumkani 1:24 XHO96

24 UNatan wathi: “Ngaba nguwe na, mhlekazi kumkani, othe uAdoniya uya kuba ngukumkani emva kwakho, angene esihlalweni sakho?

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 1

imbono 1 Yookumkani 1:24 kwimeko