1 Yookumkani 10:1 XHO96

1 Uthe ke ukumkanikazi waseShebha akuva ngodumo lukaSolomon nokusondela kwakhe kwigama *likaNdikhoyo, weza kumvavanya ngemibuzo enzima.

funda isahluko epheleleyo 1 Yookumkani 10

imbono 1 Yookumkani 10:1 kwimeko